Vocabulary of Xhosa (isiXhosa)
1. |
|
mother |
|
umama |
2. |
|
father |
|
utata |
3. |
|
sister |
|
udade |
Kuba wenjenje uThixo ukulithanda kwakhe ihlabathi, ude wancama uNyana
wakhe okuphela kwamzeleyo, ukuze bonke abakholwayo kuye
bangatshabalali, koko babe nobomi obungunaphakade.
For God loved the world so much that he gave his only Son,
so that everyone who believes in him should not perish but have everlasting life.
The Bible, John, 3, 16
Click on the words to learn more
1. |
|
water |
|
amanzi |
2. |
|
fire |
|
umlilo |
3. |
|
sun |
|
ilanga |
Siphe namhla isonka sethu semihla ngemihla.
Give us today our daily bread.
The Bible, Matthew, 6, 11
Click on the words to learn more
1. |
|
cat |
|
ikati |
2. |
|
dog |
|
inja |
3. |
|
horse |
|
ihashe |
Ukuqaleka kwayo ivangeli kaYesu Kristu, uNyana kaThixo.
The beginning of the good news of Jesus Christ, the Son of God.
The Bible, Mark, 1,1
Click on the words to learn more
1. |
|
white |
|
mhlophe |
2. |
|
black |
|
mnyama |
3. |
|
red |
|
-bomvu |
Enithanda ukuba abantu benze ngako kuni, yenzani nani kwangokunjalo kubo.
Do to others as you would have them do to you.
The Bible, Luke, 6,31
Click on the words to learn more
Beka uyihlo nonyoko; nawo lo: uze umthande ummelwane wakho njengoko uzithanda ngako.
Honour your father and mother; and love your neighbour as yourself.
The Bible, Matthew, 19,19
Click on the words to learn more
Back to menu